Ease Financial and Business Consulting

Ease Financial and Business Consulting SERVICES OFFERED ACCOUNTING SERVICES
TAX SERVICES (INCOME & VAT)
SCHOOL & CHURCH AUDITING
INSURANCE BROKERS
COMPANY FORMATION
MARKETING / PUBLIC RELATIONS

13/01/2026

We got some good news in the new year 😄
Please SHARE! SHARE! And SHARE!

13/05/2025

Ubusazi?
Ubusazi ukuba e South Africa kunemali ephakathi kuka 88 to 90 billion ye Claims zabantu
abangazaziyo?
Le mali enkulu kangaka yeya bantu base South Africa ababalelwa kwi 4.8 million. Ivela kwizisele
ezahlukeneyo ezizezi zilandelayo:
ï‚· GEPF (Government Employee Pension Fund)
ï‚· Provident and Pension Funds
ï‚· Trust Funds
ï‚· Investments
ï‚· Retirement Annuity Fund (Insurance Policies)
Kungenzeka ukuba nawe unesabelo kule mali.
Ebantwini bakwa GEPF okanye izizalwane zabo banelungelo kwezi Claims zilandelayo:
1. I balance ye minyaka emihlanu (5-year Balance) kumntu osweleke ekwi Pension.
2. Spouse Lump Sum ne Pension ye Nyanga
3. Child Lump Sum ne Pension ye Nyanga (ukufikela kwimiyaka eyi 22, ebantwaneni
basemtshatweni nangaphandle komtshato)
4. Imali yomngcwabo
Le mali ye Yakho okanye iZizalwane zakho.
Xhumana nathi ukuze ufumane ukuba wena okanye i Zizalwane zakho zinebango kwezi mali.
Singakunceda. Sifumaneka kule no: 072 449 6384

Address

Bizana
4800

Opening Hours

Monday 08:00 - 16:30
Tuesday 08:00 - 16:30
Wednesday 08:00 - 16:30
Thursday 08:00 - 16:30
Friday 08:00 - 16:30

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Ease Financial and Business Consulting posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Ease Financial and Business Consulting:

Share

Category